IMBONISELO—EFUNDWAYO Novemba 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoDisemba 30, 2019–Februwari 2, 2020.

Yiba Nabahlobo Ngaphambi Kokuba Kufike Isiphelo

Zininzi izinto esinokuzifunda kuYeremiya owancedwa ngabahlobo bakhe ukuze anyamezele ngaphambi kokutshatyalaliswa kweYerusalem.

Indlela Osinceda Ngayo Umoya Oyingcwele

Umoya oyingcwele kaThixo unokusinceda sinyamezele. Ukuze usincede, zine izinto ekufuneka sizenze.

Likhathalele “Ikhaka Elikhulu Lokholo” Lwakho

Ukholo lwethu lufana nekhaka esizikhusela ngalo. Yintoni esimele siyenze ukuze siqiniseke ukuba ikhaka lethu likwimeko efanelekileyo?

Izinto Esinokuzifunda Kwincwadi YeLevitikus

Incwadi yeLevitikus inemithetho uYehova awayinika amaSirayeli. Thina maKristu asikho phantsi kwaloo mithetho, kodwa inokusinceda.

Yigqibe Into Oyiqalileyo

Nokuba zifanelekile izigqibo esizenzayo, kusenokuba nzima ukuzigqiba. Funda amacebiso anokukunceda ukwazi ukuyigqiba into oyiqalileyo.

Ngaba Ubusazi?

Ngexesha Lokubhalwa KweBhayibhile Lalisenza Ntoni Igosa?