IMBONISELO—EFUNDWAYO Novemba 2024

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoJanuwari 6–​Februwari 2, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 44

Ungakwazi Njani Ukunyamezela Xa Uphethwe Kakubi?

Liza kufundwa kwiveki kaJanuwari 6-12, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 45

Funda Kumazwi Okugqibela Amadoda Awayethembekile

Liza kufundwa kwiveki kaJanuwari 13-19, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 46

Bazalwana​​—Ngaba Nisebenzela Ukuba Zizicaka Zolungiselelo?

Liza kufundwa kwiveki kaJanuwari 20-26, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 47

Bazalwana​​—Ngaba Nisebenzela Ukuba Ngabadala?

Liza kufundwa kwiveki kaJanuwari 27–​Februwari 2, 2025.

IBALI LOBOMI

UYehova Wasomeleza Ngamaxesha Emfazwe Nawoxolo

UPaul noAnne Crudass babalisa indlela uYehova abancede waza wabanika amandla ngayo ngamaxesha emfazwe nakwezinye iingxaki abebenazo.

Izinto Ezinokukunceda Ufunde Yonke Imihla

Amacebiso ayi-4 anokukunceda uyifunde qho iBhayibhile, kube mnandi nokuyifunda.

Khangela Indawo Efanelekileyo Oza Kufundela Kuyo

Cinga ngamacebiso anokukunceda ukuze ukwazi ukufundisisa bhetele.