IMBONISELO—EFUNDWAYO Septemba 2018

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngo-Oktobha 29 ukuya kuDisemba 2, 2018

‘Ninoyolo Ukuba Nithi Nizenze Ezi Zinto’

Sinokuhlala njani sithobekile kwaye kutheni ibalulekile nje loo nto?

Hlala Ubakhuthaza Ngothando Abanye

Khawufunde indlela esinokomelezana ngayo kula maxesha anzima.

Bayavuya Abantu Abakhonza UThixo Owonwabileyo

Sinokonwaba njani ekubeni sineengxaki ezisikhathazayo?

Kudala Lalichazwa Njani Ixesha?

Abantu babelichaza njani ixesha eBhayibhileni?

NguSomandla Kodwa Uyabacingela Abantu

UYehova wasibonisa indlela esinokubacingela ngayo abantu?

Bacingele Abantu NjengoYehova

Funda iindlela onokubacingela ngazo abantu entsatsheni, ebandleni nasentsimini.