IMBONISELO—EFUNDWAYO Septemba 2024

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoNovemba 11–​Disemba 8, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 36

‘Zenzeni Izinto Ezithethwa LiLizwi LikaThixo’

Liza kufundwa kwiveki kaNovemba 11-17, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 37

Ileta Enokusinceda Sinyamezele De Kube Sekupheleni

Liza kufundwa kwiveki kaNovemba 18-24, 2024.

IBALI LOBOMI

Kuye Kwandivuyisa Ukukhonza UYehova

UAndré Ramseyer ube kwinkonzo yexesha elizeleyo iminyaka eyi-70. Kuloo minyaka, uye wenza imisebenzi emininzi entlanganweni. Zeziphi iingxaki aye wanazo? Ukwaze njani ukwenza uYehova abe ngoyena ubalulekileyo ebomini bakhe?

Imibuzo Evela Kubafundi

Xa uYesu wayesenza iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa babephi abafundi bakhe abayi-70 awayekhe wabathuma ukuba bayokushumayela? Ngaba babemlahlile?

INQAKU ELIFUNDWAYO 38

Ngaba Uzihoyile Izilumkiso?

Liza kufundwa kwiveki kaNovemba 25–​Disemba 1, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 39

Xa Usipha, Uza Kuvuya Kakhulu

Liza kufundwa kwiveki kaDisemba 2-8, 2024.

Zimisele Ukufumana Into Entsha Xa Ufunda

Yintoni esinokuyenza xa sifunda ukuze siyiqonde kakuhle into uYehova asifundisa yona?