IMBONISELO—EFUNDWAYO Juni 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 1 ukuya kuAgasti 28, 2016.

Ukuxabisa UYehova NjengoMbumbi Wethu

UThixo ubakhetha njani abo ababumbayo? Kutheni ebabumba? Yaye ukwenza njani oko?

Ngaba Uyamvumela UMbumbi Omkhulu Akubumbe?

Ziziphi iimpawu eziya kukwenza uthambe ezandleni zikaThixo?

“UYehova UThixo Wethu NguYehova Mnye”

UThixo “mnye” ngayiphi ingqiqo, ibe thina singamnqula njani ngaloo ndlela?

Musa Ukuvumela Iziphoso Zabanye Zikukhubekise

Kumaxesha akudala, abakhonzi bakaThixo abathembekileyo bathetha okanye benza izinto ezabakhubekisayo abanye. Sinokufunda ntoni kule mizekelo eseBhayibhileni?WEB:OnSiteAdTitleMusa Ukuvumela Iziphoso Zabanye Zikukhubekise

Uphawu Lobuthixo Oluxabiseke Ngaphezu Kweedayimani

Ukuba nalo yimpumelelo engena kuthelekiswa nanto.

Imibuzo Evela Kubafundi

Kumbono kaHezekile, indoda enophondo lweinki lukanobhala kunye namadoda amathandathu anezixhobo zokukroboza afuzisela ntoni?