Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Intshayelelo

Intshayelelo

Emhlabeni wonke kugcwele inzondo. Ibonakaliswa ngeendlela ezahlukeneyo njengokuphathwa kakubi, ukucalula, nokuthethwa kwamazwi ahlabayo. Ngaba inzondo ingaze iphele? Amanqaku akule Mboniselo aza kukubonisa indlela iBhayibhile enokukunceda ngayo uyeke ukuba nenzondo. Akwasixelela nangesithembiso sikaThixo sokuphelisa inzondo ngonaphakade.