IMBONISELO No. 3 2016 | Xa Isihlobo Sakho Sisweleka
Akakho umntu ongachatshazelwa kukufa. Yintoni esinokuyenza xa siswelekelwa sisihlobo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Xa Isihlobo Sakho Sisweleka
Sinokwenza njani xa sisentlungwini? Ngaba likho ithemba ngezihlobo zethu ezingasekhoyo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Akufanelekanga Ukuba Buhlungu?
Kuthekani ukuba abantu bavakalelwa ukuba indlela osabele ngayo wakufelwa ibaxekile?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ukumelana Nentlungu Yokufelwa
IBhayibhile inamacebiso aye abonakala ukuba ayasebenza.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ukuthuthuzela Abafelweyo
Kwanabahlobo abasondeleneyo basenokungayiboni into ebalulekileyo edingwa ngumntu ofelweyo.
Ngaba Ubusazi?
Yayingubani uyise kaYosefu? Ngawaphi amalaphu needayi ezazikho ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile?
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
Ndafunda Ukuzihlonipha Nokuhlonipha Amabhinqa
UJoseph Ehrenbogen wafunda into eBhayibhileni eyamnceda wabutshintsha ngokupheleleyo ubomi bakhe.
XELISA UKHOLO LWABO
“Ndikulungele Ukuhamba”
Ukongezelela kukholo, uRebheka wayenazo nezinye iimpawu ezintle.
Ithini IBhayibhile?
Ngaba kuphosakele ukubiza igama likaThixo?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Kutheni Abantu Besifa?
Impendulo yeBhayibhile kulo mbuzo iyathuthuzela kwaye inika ithemba.