Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Wakha Wazibuza?

Wakha Wazibuza?
  • Kutheni kukho iingxaki ezininzi kangaka emhlabeni?

  • Ungabufumana phi ubulumko bokumelana neengxaki zobomi?

  • Ngaba uThixo ukukhathalele?​—1 Petros 5:6, 7.

  • Unokumazi njani bhetele uThixo nezinto azifunayo?

Abantu abaninzi baye bafumana iimpendulo ezanelisayo zemibuzo ababenayo kuba befunde Incwadi Evela KuThixo. Loo nto ingenzeka nakuwe.

Xa ufuna ukufunda ezinye izinto, ungacela incwadi ethi Real Faith​—Your Key to a Happy Life kubapapashi bale magazini, ibe uza kuyifumana mahala, okanye uyifunde kwi-intanethi ku-www.pr418.com.