IMBONISELO—EFUNDWAYO Novemba 2016

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoDisemba 26, 2016 ukuya kuJanuwari 29, 2017.

Igama Elalithetha Lukhulu!

Leliphi igama elalisetyenziswa nguYesu elalijongwa njengelingapheleli ekuboniseni imbeko?

“Qhubekani Nikhuthazana Mihla Le”

Kutheni kunceda nje ukukhuthaza? Umzekelo kaYehova, okaYesu nokampostile uPawulos usifundisa ntoni ngokukhuthaza? Sinokubakhuthaza njani abanye?

Ukulungelelaniswa NgeBhayibhile

UYehova lichule lokulungelelanisa. Ngaba asifanele silindele ukuba abakhonzi bakhe balungelelane?

Ngaba Uyayixabisa IBhayibhile?

Izinto zibahambela kakuhle abantu bakaThixo xa bezama ukusebenzisa isiluleko esifumaneka kwiLizwi lakhe naxa bexhasa intlangano yakhe.

“Umsebenzi Mkhulu”

Unelungelo lokuxhasa.

Babizwa Ukuba Baphume Ebumnyameni

Abantu bakaThixo bangena njani ebumnyameni ngenkulungwane yesibini? Bakhanyiselwa njani yaye nini?

Bakhululeka Kunqulo Lobuxoki

Abantu bakaThixo bazikhulula nini ngokupheleleyo kwiBhabhiloni Enkulu?

“Bavakalisi BaseBritani​—Vukani!!”

Akuzange kubekho lwando lungako kubavakalisi baseBritani kangangeminyaka elishumi! Yintoni eyatshintsha izinto?