IMBONISELO—EFUNDWAYO Septemba 2017

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngo-Oktobha 23 ukuya kuNovemba 26, 2017.

Unokwenza Njani Ukuze Ukwazi Ukuzibamba?

Abantu esifunda ngabo eBhayibhileni banokusinceda njani sikwazi ukuzibamba? Kutheni amaKristu emele afunde ukuzibamba?

Yiba Novelwano NjengoYehova

Ngeny’ imini, uYehova wachazela uMoses igama lakhe neempawu zakhe. Phakathi kweempawu zokuqala awazichazayo yimfesane okanye uvelwano. Yintoni uvelwano, kwaye kutheni ufanele ube nomdla kulo?

IBALI LOBOMI

Bekuyintsikelelo Ukusebenza Namadoda Athanda UYehova

UDavid Sinclair ukhumbula inyhweba abe nayo yokukhonza nabazalwana noodade abangagungqiyo ekukhonzeni uYehova kwiminyaka eyi-61 ayichithe kwiBheteli YaseBrooklyn.

‘ILizwi LikaThixo Liya Kuhlala Ngonaphakade’

IBhayibhile iseyeyona ncwadi ithengwayo, nakubeni kutshintshe ulwimi, kukho iinguqu kwezopolitiko kwaye uchaswa umsebenzi wokuyiguqulela.

“ILizwi LikaThixo . . . Linamandla”

Baninzi abantu abaye batshintsha emva kokufunda iLizwi LikaThixo. Yintoni efunekayo ukuze iLizwi LikaThixo lisebenze kuthi?

“Yiba Nesibindi . . . Uze Uthabathe Inyathelo”

Kutheni kufuneka sibe nesibindi, ibe sinokuba naso njani?