UVUKANI! No. 6 2017 | Liya Phi Eli Hlabathi?
Izinto ezenzeka ehlabathini ziya zisiba mbi. Kutheni?
IBhayibhile ithi: “Asikokomntu ohambayo ukwalathisa inyathelo lakhe.”—Yeremiya 10:23.
Lo Vukani! uchaza isizathu sokuba abantu abaninzi bakholelwe ukuba eli hlabathi liseza kulunga.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Liya Phi Eli Hlabathi?
Usiba lwewotshi ekuthiwa ichaza ixesha lesiphelo lubonisa ukuba kusele kancinci ukuba ihlabathi lingene enkathazweni kunanini na ngaphambili! Ngaba eli hlabathi seliza kuba senkathazweni?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Sifuna Iimpendulo
Amajelo eendaba abangela ukuba abantu abaninzi bacinge ukuba akukho mntu unokukwazi ukulungisa iingxaki zabantu. Zimbi ngolo hlobo na?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ithini IBhayibhile?
Kwiminyaka emininzi eyadlulayo iBhayibhile yaprofeta ngeemeko ezimasikizi ezenzekayo namhlanje.
UKUNCEDA INTSAPHO
Fundisa Abantwana Ukuthobeka
Fundisa umntwana wakho ukuthobeka kodwa kwangaxeshanye angazijongeli phantsi.
AMAZWE NABANTU
Ukutyelela ENew Zealand
Ngoxa iNew Zealand ililizwe elimi lodwa, nyaka ngamnye kufika iindwendwe ezimalunga neemiliyoni ezintathu. Yintoni ezitsalela kweli lizwe?
IIFOTO ZAKUDALA
UAlhazen
Mhlawumbi akumazi, kodwa kusenokwenzeka ukuba izinto awazenzayo ziyakunceda nawe.
IMBONO YEBHAYIBHILE
Igama LikaThixo
Abantu bambiza ngamagama amaninzi uThixo uSomandla. Kodwa unalo igama.
Imixholo EkooVukani! Baka-2017
Imixholo kaVukani! ka-2017.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Yiba Nenyaniso
Kutheni kufuneka uhlale uthetha inyani?
Ndinokulufumana Njani Unqulo Lokwenyaniso?
Ngaba lunqulo endicinga ukuba lundifanele nje kuphela?