Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngaba Wakha Wazibuza?

Ngaba Wakha Wazibuza?
  •   Ukuba uThixo usikhathalele, kutheni evumele ububi nobunzima bubekho ixesha elide kangaka?

  • Sazi njani ukuba siphila kwixesha lokugqibela?

  • Sazi njani ukuba izinto ezithenjiswa yiBhayibhile ngoBukumkani BukaThixo ziza kwenzeka?

  • Ngaba iBhayibhile ingasinceda senze izigqibo zobulumko ebomini?

Kuba uMdali wethu esithanda, uye wasinika iimpendulo zale mibuzo neminye eminizi. Ukuze ufumane ezo mpendulo, yiya kwiwebhsayithi yethu u-www.pr418.com/xh, iza kukunceda ufunde izinto ezininzi eziseBhayibhile.

Kule webhsayithi uza kufumana amanqaku, izinto ezirekhodiweyo, iividiyo, iincoko, iincwadi ezahlukeneyo neBhayibhile uqobo. Azibizi mali.