Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Xuanyu Han/​Moment via Getty Images

Kulo Vukani!

Kulo Vukani!

Imeko Yalo Mhlaba Imbi!

Ngaba lo mhlaba uza kusinda? Thina, ngaba siza kusinda? Funda la manqaku alandelayo, ukuze ubone ukuba kwenzeka ntoni kulo mhlaba ibe zikhona na izizathu zokuba nethemba.

Yintoni eza kwenzeka kwezi zinto zilandelayo?

  • Amanzi Aselwayo

  • Iilwandle

  • Amahlathi

  • Umoya