Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UVUKANI! No. 1 2024 | Yayaphi Intlonipho?

Ndlela le enqabe ngayo intlonipho, umntu xa eyibonisa iba yinto engaqhelekanga.

Ngokomzekelo, abantu abaninzi ababahloniphi ncam abanye, njengabazali, abantu abakhulileyo, amapolisa, abaqeshi kwakunye nootitshala. Kwelinye icala, kwiiwebhsayithi zokuncokola kuxhaphakile ukubona umntu ethetha nje nakanjani na komnye umntu! Inqaku leHarvard Business Review libonisa ukuba, “ukungabikho kwentlonipho kuya kusanda.” Liphinde lithi abantu “baya beyikhalazela into yokungabikho kwentlonipho.”

 

Yayaphi Intlonipho Ngabanye Abantu?

Funda ukuba kutheni kubalulekile ukuhlonipha abanye ibe ungenza njani ukuze ubonise intlonipho.

Yayaphi Intlonipho Ngobomi?

Yiva ukuba lithini icebiso leBhayibhile ngendlela yokubonisa intlonipho ngobomi bakho nobabanye abantu.

Yayaphi Intlonipho Entsatsheni?

Zonke Intsapho zingonwaba ukuba kungahlonitshwana.

Yayaphi Intlonipho Ngesiqu Sakho?

IBhayibhile inokunceda abantu ukuba bafumane indlela yokwazi ukuzihloniphe ibe baphucule nobomi babo.

Yayaphi Intlonipho?

Funda amanqaku athetha ngentlonipho nento eyenziwa ngamaNgiqna kaYehova ukukhuthaza intlonipho ekuhlaleni nasemhlabeni wonke.