UVUKANI! No. 2 2016 | Ngaba IBhayibhile Yincwadi Nje Emnandi?
Sikho isizathu esihle sokuba ibe yeyona ncwadi isasazwe neguqulelwe kakhulu kuyo yonke imbali.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba IBhayibhile Yincwadi Nje Emnandi?
Kutheni abantu babeka ubomi babo esichengeni ukuze nje bafunde okanye babe neBhayibhile?
UKUNCEDA INTSAPHO
Ukunceda Umntwana Wakho Amelane Nokufikisa
Amacebiso amahlanu asekelwe eBhayibhileni anokulenza libe lula eli xesha.
UDLIWANO-NDLEBE
Isazi Ngeembumba Ezingekazalwa Sicacisa Ukholo Lwaso
UNjingalwazi Yan-Der Hsuuw wayekade ekholelwa ukuba izinto zazivelela, kodwa emva kokuba ngusosayensi ophandayo watshintsha.
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ixhala
Ixhala elililo linokunceda; elingelilo linokwenzakalisa. Unokwenza njani ukuze umelane nalo?
Izikhwenene Ekuthiwa Ziimacaw
Fumana inkcazelo ngobomi bezi ntaka zintle kunene.
OKWENZEKA EHLABATHINI
Makhe Sithethe Ngobuhlobo Nabanye Abantu
Uphando lwakutshanje lungqina ukuba iBhayibhile inobulumko.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndandidikiwe Yindlela Endandiphila Ngayo
UDmitry Korshunov wayelinxila, kodwa waqalisa ukufunda iBhayibhile suku ngalunye. Yintoni eyamkhuthazela ekubeni enze utshintsho oluphawuleka kangaka ebomini bakhe?
Ukuphuma Entolongweni Ukusa Empumelelweni
UDonald, owayelibanjwa, ucacisa indlela ukufunda iBhayibhile okwamnceda ngayo wamazi uThixo, wenza utshintsho ebomini bakhe waza wangumyeni ongcono.