Ayikho Incwadi Efana NeBhayibhile
Ayikho incwadi eguqulelwe yaza yafunyanwa ngabantu abaninzi njengeBhayibhile. Izinto eziseBhayibhileni zinceda abantu abaninzi, ibe ayikho incwadi efana nayo. Khawubone ukuba kutheni sisitsho:
UKUGUQULELWA KWEBHAYIBHILE NOKUSASAZWA KWAYO
Abantu abaneBhayibhile bayi-96.5%
IFUMANEKA PHANTSE ngeelwimi eziyi-3350
Ayikho incwadi eyodlula iBhayibhile ngokuprintwa, yona iprintwe iikopi ezingaphezu kwe-5 000 000 000
FUNDA NGEZINYE IZINTO
YIYA KWIWEBHSAYITHI YETHU U-JW.ORG/XH. KUYO UNGA:
Funda iBhayibhile (ifumaneka ngeelwimi ezininzi)
Dawunlowda eyakho iBhayibhile
Fumana iimpendulo zemibuzo yeBhayibhile
Funda indlela iBhayibhile ebancede ngayo abanye abantu
Fundelwa iBhayibhile kuyo *
AMANGQINA KAYEHOVA NEBHAYIBHILE
AMANGQINA KAYEHOVA ANCEDISA EKUGUQULELENI NASEKUSASAZENI IBHAYIBHILE.
Ezi zezinye zeenguqulelo zeBhayibhile esiye sazisasaza kule minyaka idlulileyo:
IAmerican Standard Version yango-1901
IThe Bible in Living English eyaguqulelwa nguByington
IThe Emphatic Diaglott
IKing James Version
INew Testament eyaguqulelwa nguTischendorf
INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA
IFUMANEKA Ngeelwimi Eziyi-180+
UKUSUSELA NGO-1950 KUYE KWAKHUTSHWA IIBHAYIBHILE ZENGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA EZIYI-227 MILIYONI
^ isiqe. 13 Ungafundelwa ngesiNgesi nangesiPhuthukezi. Nezinye iilwimi zisaza kufumaneka.