Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngaba Uya Kukuvuyela Ukutyelelwa?

Ngaba Uya Kukuvuyela Ukutyelelwa?

Ngaba Uya Kukuvuyela Ukutyelelwa?

Kwanakweli hlabathi lizaliswe ziinkathazo, unako ukuzuza ulonwabo kulwazi oluchanileyo lweBhayibhile ngoThixo, uBukumkani bakhe nenjongo yakhe emangalisayo ngoluntu. Ukuba ungayivuyela inkcazelo engakumbi okanye ungathanda ukuba uthile eze ekhayeni lakho ukuze akuqhubele isifundo seBhayibhile sesisa, nceda ubhale, uthumele igama nedilesi ohlala kuyo kule dilesi, AmaNgqina KaYehova, Private Bag X2067, Krugersdorp, 1740, South Africa, okanye kwidilesi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 2.