Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iziqulatho

Iziqulatho

Iziqulatho

Februwari 15, 2008

Uhlelo Lokufundisa

AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:

Matshi 17-23, 2008

Beka UYehova Phambi Kwakho Rhoqo

IPHEPHA 3

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 37, 26

Matshi 24-30, 2008

Hamba Ngeendlela ZikaYehova

IPHEPHA 7

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 138, 57

Matshi 31, 2008–Aprili 6, 2008

UYesu Kristu—Oyena Mthunywa Wevangeli Ubalaseleyo

IPHEPHA 12

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 172, 72

Aprili 7-13, 2008

Xelisa Oyena Mthunywa Wevangeli Ubalaseleyo

IPHEPHA 16

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 211, 209

Aprili 14-20, 2008

Ubukho BukaKristu—Buthetha Ntoni Kuwe?

IPHEPHA 21

IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 168, 21

Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa

Amanqaku Aza Kufundwa 1, 2 IPHEPHA 3-11

Ukucamngca ngeengxelo zeBhayibhile kuyalomeleza ukholo lwethu. Ukuba uYehova simbeka phambi kwethu rhoqo, uya kuyiphendula imithandazo yethu. Kodwa ukuze kwenzeke oko simele simthobele size sikholose ngaye lonke ixesha. Xa sihamba ngeendlela zakhe siya kuthembeka, sithobeke, sibe nesibindi, size sibaxhalabele abanye.

Amanqaku Aza Kufundwa 3, 4 IPHEPHA 12-20

UYesu Kristu wayengoyena Mthunywa wevangeli ubalaseleyo. Funda indlela awaqeqeshwa ngayo, awayefundisa ngayo neyayibangela ukuba abantu batsaleleke kuye. Funda nendlela esinokumxelisa ngayo ukuze sifundise ngendlela eya kushukumisa iintliziyo zabo sithetha nabo ngeendaba ezilungileyo.

Amanqaku Aza Kufundwa 5 IPHEPHA 21-25

Yiva isizathu sokuba kuthiwe ubukho bukaKristu bugubungela ixesha elide. Hlolisisa indlela iZibhalo ezilichaza ngayo ibinzana elithi “esi sizukulwana” awayethetha ngaso uYesu. (Mat. 24:34) Bona nesizathu sokuba singenakukwazi ukubala ubude bexesha ‘lesi sizukulwana.’

KWAKULE NKUPHO:

Funda Kwiimpazamo ZamaSirayeli

IPHEPHA 26

ILizwi LikaYehova Liphilile—Iimbalasane Zencwadi KaMarko

IPHEPHA 28

Abaphumelele EGiliyadi Babongozwa Ukuba “Baqalise Ukumba”

IPHEPHA 31