IMBONISELO—EFUNDWAYO Septemba 2012

Indlela Eliza Kupheliswa Ngayo Eli Hlabathi

IBhayibhile isichazela ngeziganeko ezilishumi ezibalulekileyo eziza kwenzeka kungekudala. Ziziphi ezo ziganeko? Ziza kukuchaphazela njani?

Kuza Kubakho Uxolo Iminyaka Eliwaka—Nangaphezulu!

Funda indlela uBukumkani bukaYesu obuya kuzizisa ngayo iintsikelelo kuluntu.

Izikolo Zobuthixo-Zibubungqina Bokuba UYehova Uyasithanda

Sinokungenelwa njani kwimfundiso yobuthixo?

Funda Kumonde KaYehova NokaYesu

UYehova noYesu babonisa njani ukuba banomonde? Simele senzeni ukuze sixelise umonde abanawo?

‘Aniyazi Imini Okanye Ilixa’

Wayethetha ukuthini uYesu? La mazwi akhe amele asichaphazele njani?

UYehova Uyabahlanganisa Abantu Bakhe Abanovuyo

Ifana njani imibhiyozo ekuthethwa ngayo eBhayibhileni neendibano zamaNgqina kaYehova? Kutheni kubalulekile nje ukuba siye kwezi ndibano?