IMBONISELO—EFUNDWAYO Aprili 2013

Le Mboniselo iza kubalaselisa iindlela eziluncedo zokufunda iBhayibhile ize abonise oko sinokukwenza ukuze ubulumko bukaThixo buphembelele ubulungiseleli nobomi bethu.

Bazinikela Ngokuvumayo—EMexico

Khawuve ukuba baninzi kangakanani na abaselula abaye boyisa imiqobo ethile ukuze bandise ubulungiseleli babo.

Zuza Ngokupheleleyo Kufundo LweBhayibhile

IBhayibhile inokusinceda kuphela xa siyifunda size senze oko ikutshoyo. Fumana indlela eza kukunceda uphumelele ekufundeni iBhayibhile.

Zincede, Wena Nabanye Ngokusebenzisa ILizwi LikaThixo

Ngaba uyayixabisa iBhayibhile? Ukufundisisa eyesi-2 kuTimoti 3:16 kuya kukunceda usithembe esi sipho sivela kuYehova.

IBALI LOBOMI

Iminyaka Engamashumi Amahlanu Singoovulindlela Kufuphi NeArctic Circle

Funda ibali lobomi lika-Aili noAnnikki Mattila, abafunda ukuthembela kuYehova bengoovulindlela abakhethekileyo eFinland.

‘Qiniseka Ngezinto Ezibaluleke Ngakumbi’

Sinelungelo lokuba yinxalenye yentlangano kaThixo. Yintoni esinokuyenza ukuze sixhase umsebenzi ewenzayo namhlanje?

“Musani Ukudinwa”

Yintoni eya kusinceda sihambisane nentlangano kaYehova size sizimisele ekukhonzeni uThixo?

Ngaba Ubusazi?

UYesu wachaza ukuba itempile kaYehova yayiza kutshatyalaliswa ngokupheleleyo. Ngaba itempile yaseYerusalem yaphinda yakhiwa emva kowama-70 C.E?