IMBONISELO—EFUNDWAYO Juni 2014

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 4-31, 2014.

“Wugudise Umkhondo Wonyawo Lwakho” Ukuze Utyhalele Phambili

Unokuyisusa njani imiqobo uze ufikelele usukelo lwakho?

Imibuzo Evela Kubafundi

Ngaba kufanelekile ukutshiswa kwesidumbu somKristu?

Nceda Abazalwana Abaqhawukelwe Ngumtshato—Njani?

Funda ngeengxaki neemvakalelo ezibuhlungu ababa nazo abantu abaqhawukelwe ngumtshato.

“Uze Umthande UYehova UThixo Wakho”

Funda ngoko uYesu wayekuthetha xa wathi simele simthande uYehova ngentliziyo, umphefumlo, nengqondo yethu iphela.

“Uze Umthande Ummelwane Wakho Njengawe Siqu”

Wayethetha ukuthini uYesu xa wathi simele sithande ummelwane wethu? Sinokukwenza njani oku?

Ngaba Usakhumbula?

Ngaba uye wazifunda ngocoselelo iiMboniselo zakutsha nje? Khawubone enoba ungayiphendula kusini na le mibuzo yeBhayibhile.

Ngaba Ubujonga NjengoYehova Ubuthathaka Babanye?

Ungayiphucula indlela obajonga ngayo abazalwana noodade ababonakala bebuthathaka.

Nceda Abanye Bazifeze Izinto Ezisemandleni Abo

Sinokubanceda njani abazalwana abaselula okanye abo basandul’ ukubhaptizwa benze inkqubela?