IMBONISELO—EFUNDWAYO Disemba 2014

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoFebruwari 2 ukuya kutsho ngoMatshi 1, 2015.

‘Ebeyazi Indlela’

UGuy H. Pierce, ilungu leQumrhu Elilawulayo lamaNgqina kaYehova, wasweleka ngoLwesibini, Matshi 18, 2014.

UYehova Uyawusikelela Umoya Wokuzithandela

Sinokufunda isifundo esibalulekileyo ngokuphathelele ukunikela kumyalelo uThixo awawunika amaSirayeli.

‘Phulaphulani Nize Nifumane Intsingiselo’

UYesu wenza umzekeliso ngokhozo lwemostade, ngegwele, ngomrhwebi ohambahambayo, ngobuncwane obufihliweyo. Ithetha ukuthini?

Ngaba ‘Ucacelwe Yintsingiselo’?

Yintoni intsingiselo yomzekeliso kaYesu womhlwayeli olalayo, womnatha orhuqwayo, nowonyana wolahleko?

Ngaba Usakhumbula?

Le mibuzo eyi-12 yokuzivavanya ingakunceda ubone enoba ikhona na into osayikhumbulayo kwiMboniselo kaJuni ukuya kwekaDisemba 2014.

Ngaba Umele Utshintshe Ingqondo?

Ezinye izigqibo azimele kutshintshwa, kodwa asizizo zonke ezinjalo. Unokuwubona njani umahluko?

Imibuzo Evela Kubafundi

Wayethetha ukuthini uYeremiya xa wathi uRakeli walilela oonyana bakhe?

Ukumanyana Njengoko Eli Hlabathi Lidala Liphela

Imizekelo emine eseBhayibhileni ibonisa ukubaluleka komanyano, nesizathu sokuba luza kubaluleka nangakumbi kwixesha elizayo.

Ngaba Uyakuxabisa Oko Ukufumeneyo?

Sinokubonisa njani ukuba siyalixabisa ilifa lethu lokomoya?

Isalathiso Semibandela YeMboniselo Ka-2014

Amanqaku ka-2014 eeMboniselo zikawonke-wonke nezifundwayo.