IMBONISELO—EFUNDWAYO Matshi 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 4-31, 2015.

“Kukholekile Kuwe Ukwenza Ngaloo Ndlela”

Yintoni eye yabangela ukuba iincwadi zethu zicacise iivesi zeBhayibhile ngendlela ecacileyo nelula kwiminyaka yakutshanje?

Ngaba Uza ‘Kuhlala Ulindile’?

Funda le ngcaciso yomzekeliso kaYesu weentombi ezilishumi, ogxininisa kumyalezo ocacileyo nongxamisekileyo.

Imibuzo Evela Kubafundi

Iincwadi zethu bezikade zithetha ngemifuziselo nezinto zokoqobo, kodwa kutshanje inqabile loo nto. Kutheni kunjalo nje?

Funda Kumzekeliso Weetalente

Eli nqaku lihlaziya ingcaciso yomzekeliso weetalente.

Ukubaxhasa Ngokunyaniseka Abazalwana BakaKristu

Abo uKristu abajonga njengezimvu babaxhasa njani abazalwana bakhe?

Ukutshata “Kuphela ENkosini”—Ngaba Kusasebenza Nangoku?

Abantu abazimiselayo ukuthatha icebiso likaThixo bayayivuyisa intliziyo yakhe baze basikeleleke.