IMBONISELO Novemba 2009
INQAKU ELINGUMXHOLO
Intsomi 2: Aboni Batsha Esihogweni
Ngaba uThixo onothando uyabathuthumbisa ngokwenene abantu esihogweni ngonaphakade?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Intsomi 3: Bonke Abantu Abalungileyo Baya Ezulwini
Ngaba uninzi lwabantu luza kuphila ezulwini okanye emhlabeni?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Intsomi 4: UThixo Uneziqu Ezithathu
Imfundiso yokuba iziqu ezithathu zikuThixo omnye, soze uyibone nangetshengele eBhayibhileni. Ngoba kutheni?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Intsomi 5: UMariya Ngumama KaThixo
Funda ngendlela okwaqala ngayo ukunqulwa kukaMariya noko kufundiswa yiBhayibhile ngoMariya.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Intsomi 6: UThixo Uyakuvumela Ukunqulwa Kusetyenziswa Izithixo Nemifanekiso Eqingqiweyo
Funda ukuba kwakutheni umpostile uYohane alumkise amaKristu ukuba anganquli izithixo.
IZINTO EZINOKWENZA INTSAPHO YONWABE
Xa Iqabane Lakho Lineentswelo Ezikhethekileyo
Funda ngamacebiso amathathu anokunceda emtshatweni xa elinye iqabane linesigulo esinganyangekiyo.
Ibali Elichukumisayo Lokusinda KweBhayibhile
Funda ngendlela iBhayibhile eyeyasengozini ngayo nendlela esinda ngayo ebonisa ukuba le yincwadi ekhethekileyo.