IMBONISELO Oktobha 2012 | Urhwaphilizo—Luxhaphake Kangakanani?

Ziintoni ezibangela urhwaphilizo? Ezi ntetho ziyazichaza zize zichaze nento eya kuluphelisa.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Urhwaphilizo—Luxhaphake Kangakanani?

Imiphumo yorhwaphilizo inokubonakale ize iviwe ngumntu wonke osemhlabeni, ngamanye amaxesha iba krakra.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Urhwaphilizo Luqhubeka Lukho?

IBhayibhile ithetha ngeempembelelo ezi-3 ezingunobangela wokubandezeleka nenxwaleko.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Umntu Unako Ukunyaniseka Kweli Hlabathi Lonakeleyo?

Indlela abantu ababini abazibona ngayo iingenelo zokunyaniseka nokubambelela kwimigaqo efanelekileyo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Urhwaphilizo Luza Kuphela!

Kungekudala uThixo uza kuluphelisa urhwaphilizo kulo mhlaba. Uza kukwenza njani oko?

IBALI LOBOMI

Amandla ELizwi LikaThixo Kwintsapho YamaHindu

Kwakutheni ukuze intsapho yamaHindu ifumane uxolo nethemba ngoxa yayifundelwa iBhayibhile?

UKUNCOKOLA NOMMELWANE

Ngaba UThixo Wohlwaya Abantu Esihogweni?

Zikho izizathu ezifanelekileyo zokukholelwa ukuba uThixo ubaphatha kakuhle abantu naxa esohlwaya abo bangendawo.

Ngaba Ubusazi?

Ngaba Ubusazi?

FUNDA KWILIZWI LIKATHIXO

Ngaba Unako Ukuphila Ngonaphakade?

UMthombo wobomi, UYehova uThixo, unokubanika ubomi obungunaphakade abantu yaye uthembise oko.

SONDELA KUTHIXO

“UNyangelemihla Wahlala Phantsi”

Ngubani uNyangelemihla yaye uthetha ntoni umbono kaDaniyeli?

XELISA UKHOLO LWABO

“Umfazi Obalaseleyo”

URute umMowabhikazi wayengumphambukeli olihlwempu wakwaSirayeli. Kwakutheni ukuze kuthiwe ‘ngumfazi obalaseleyo’?

IMIBUZO YABAFUNDI

Ngaba Ulonwabo Luxhomekeke Emtshatweni?

Ngaba amaKristu angatshatanga anako ukonwaba? IBhayibhile ichaza indlela amaKristu awujonga ngayo umtshato kwanomzekelo obalaseleyo wokungatshati.

IBhayibhile Iyabutshintsha Ubomi Babantu

Abantu ababini bayitshintsha njani imikhwa emibi, equka utywala neziyobisi baza bonwaba ngokwenene?

IMIDLALO YOKUFUNDA IBHAYIBHILE

Lumkela Amabhongo!

Unyana wesithathu kaKumkani uDavide, uAbhisalom, wafuna ukumbhukuqa, kodwa isikhuni sabuya nomkhwezeli.