IMBONISELO Meyi 2015 | Ngaba Isiphelo Sikufuphi?
Xa usiva amazwi athi, “Isiphelo sikufuphi!” yintoni ethi qatha engqondweni yakho? Ngaba ukucinga ngaso kukushiya unovalo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
“Isiphelo”—Siza Kuba Njani?
Ubusazi na ukuba iBhayibhile ithetha kakuhle ngesiphelo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Isiphelo Sikufuphi?
Funda ngezinto ezine eziseBhayibhileni ezithetha ngesiphelo neziwuphendulayo lo mbuzo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Abaninzi Baza Kusinda Xa Kufika Isiphelo—Nawe Ungasinda
Kodwa njani? Ngokuqokelela ukutya na okanye izinto ocinga ukuba uza kuzidinga xa kufika isiphelo?
Ngaba Ubusazi?
Ngaba izinto ezembiweyo zakudala ziyangqinelana neBhayibhile? Zanyamalala nini iingonyama kumazwe ekuthethwe ngawo eBhayibhileni?
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
Ndafunda Ukuba UYehova Unenceba Ibe Uyaxolela
UNormand Pelletier, wayengasakwazi ukuphila ngaphandle kokuba izinto zabanye abantu. Kodwa wathi akufunda ivesi nje enye yeBhayibhile, zewaxa iinyembezi.
XELISA UKHOLO LWABO
“Ndisesikhundleni SikaThixo Yini Na?”
Ngaba nikhe naphehluzeliswa ngumona, ukutyan’ izithende, nokucaphukelana entsatsheni yakho? Ukuba kunjalo, ibali likaYosefu lingakunceda.
Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
Kutheni iza kuthatha iminyaka eyi-1 000 imini yomgwebo?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo?
Funda ukuba unokulindela ntoni xa uBukumkani bukaThixo bulawula emhlabeni.