Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2019

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2019
  • Amasebe AmaNgqina KaYehova: 87

  • Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 240

  • Inani Lamabandla: 119 712

  • Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 20 919 041

  • Abatyileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 20 526

  • Elona Nani Beliphezulu Labavakalisi *: 8 683 117

  • Umlinganiselo Wabavakalisi Abashumayele Nyanga Nganye: 8 471 008

  • Ipesenti Yolwando Ngo-2018: 1.3

  • Inani Labantu Ababhaptiziweyo *: 303 866

  • Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganye *: 1 277 738

  • Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 464 980

  • Iiyure Ezichithwe Entsimini: 2 088 560 437

  • Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile Nyanga Nganye *: 9 618 182

Kunyaka wenkonzo ka-2019, * amaNgqina KaYehova asebenzise imali engaphezu kwe-R3 bhiliyoni ukuze ahoye oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abajikelezayo. Bayi-20 858 abantu abasebenza kwiiofisi zamasebe zamaNgqina KaYehova. Bonke baliQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathi Lonke.

^ isiqe. 7 Umvakalisi ngumntu oncokola nabantu ngeBhayibhile, okanye oshumayela ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Siyazi njani ukuba mangaphi amaNgqina KaYehova? Impendulo ifumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh phantsi komxholo othi “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?”

^ isiqe. 10 Ukuze ufunde ngezinye izinto ekufuneka umntu azenze ukuze abhaptizwe aze abe liNgqina LikaYehova, funda inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?”

^ isiqe. 11 Uvulindlela liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo elishumayela iindaba ezilungileyo kangangeeyure elizibekelweyo qho ngenyanga.

^ isiqe. 14 Ukuze ufunde ezinye izinto, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?”

^ isiqe. 15 Unyaka wenkonzo ka-2019 uqale ngoSeptemba 1, 2018, waphela ngoAgasti 31, 2019.