NgoLwesihlanu
“NIFUNDISWE NGUTHIXO UKUBA NITHANDANE”—1 TESALONIKA 4:9
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 105 Nomthandazo
-
9:40 INTETHO KASIHLALO: Kutheni ‘Uthando Lungasoze Luphele’? (Roma 8:38, 39; 1 Korinte 13: 1-3, 8, 13)
-
10:15 UNGCELELE: Ungathembeli Kwinto Eza Kuphelelwa!
-
Imali (Mateyu 6:24)
-
Isikhundla Nodumo (INtshumayeli 2:16; Roma 12:16)
-
Ubulumko Babantu (Roma 12:1, 2)
-
Amandla Nobuhle (IMizekeliso 31:30; 1 Petros 3:3, 4)
-
-
11:05 Ingoma 40 Nezaziso
-
11:15 IDRAMA EREKHODIWEYO: UYehova Uhlala Enothando Olungagungqiyo (Genesis 37:1-36; 39:1–47:12)
-
11:45 UYehova Uyabathanda Abantu Abathanda UNyana Wakhe (Mateyu 25:40; Yohane 14:21; 16:27)
-
12:15 Ingoma 20 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:25 Ividiyo Yomculo
-
1:35 Ingoma 107
-
1:40 UNGCELELE: Ungaze Uvumele Uthando Lwakho Luphele Kuba . . .
-
Ukhule Nzima (INdumiso 27:10)
-
Uphathwa Kakubi Emsebenzini (1 Petros 2:18-20)
-
Ingathandwa Imithetho KaThixo Esikolweni (1 Timoti 4:12)
-
Unesigulo Esinganyangekiyo (2 Korinte 12:9, 10)
-
Usokola (Filipi 4:12, 13)
-
Uchaswa Yintsapho (Mateyu 5:44)
-
-
2:50 Ingoma 141 Nezaziso
-
3:00 UNGCELELE: Izinto Ezidaliweyo Zenza Kucace Ukuba UYehova Uyasithanda
-
Amazulu (INdumiso 8:3, 4; 33:6)
-
Umhlaba (INdumiso 37:29; 115:16)
-
Izityalo (Genesis 1:11, 29; 2:9, 15; IZenzo 14:16, 17)
-
Izilwanyana (Genesis 1:27; Mateyu 6:26)
-
Umzimba Womntu (INdumiso 139:14; INtshumayeli 3:11)
-
-
3:55 “Lowo UYehova Amthandayo Uyamqeqesha” (Hebhere 12:5-11; INdumiso 19:7, 8, 11)
-
4:15 “Yambathani Uthando” (Kolose 3:12-14)
-
4:50 Ingoma 130 Nomthandazo