NgoMgqibelo
‘QHUBEKANI NIHAMBA ELUTHANDWENI’—EFESE 5:2
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 85 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: Bathande Abo Basebandleni
-
Abo Bakhokelayo (1 Tesalonika 5:12, 13)
-
Abahlolokazi Nabantwana Abangenatata (Yakobi 1:27)
-
Abantu Abadala (Levitikus 19:32)
-
Abo Bakwinkonzo Yexesha Elizeleyo (1 Tesalonika 1:3)
-
Abo Basuka Kwamanye Amazwe (Levitikus 19:34; Roma 15:7)
-
-
10:50 Ingoma 58 Nezaziso
-
11:00 UNGCELELE: Uthando Malukwenze Ushumayele
-
Mthande UThixo (1 Yohane 5:3)
-
‘Thanda Ummelwane Wakho Njengawe’ (Mateyu 22:39)
-
Thanda ILizwi LikaThixo (INdumiso 119:97; Mateyu 13:52)
-
-
11:45 UBHAPTIZO: Funda KuYesu Ukuthanda UYehova Nabantu (Mateyu 11:28-30)
-
12:15 Ingoma 52 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 84
-
1:50 UNGCELELE: Indlela Abazalwana Ababonisa Ngayo Ukuba Banothando . . .
-
EAfrika (Genesis 16:13)
-
EAsia (IZenzo 2:44)
-
EYurophu (Yohane 4:35)
-
KuMntla Merika (1 Korinte 9:22)
-
EOceania (INdumiso 35:18)
-
KuMzantsi Merika (IZenzo 1:8)
-
-
2:55 UNGCELELE: Yithande Intsapho Yakho
-
Mthande Umfazi Wakho (Efese 5:28, 29)
-
Mthande Umyeni Wakho (Efese 5:33; 1 Petros 3:1-6)
-
Bathande Abantwana Bakho (Tito 2:4)
-
-
3:35 Ingoma 35 Nezaziso
-
3:45 IMUVI: Ibali LikaYosiya: Thanda UYehova; Zicaphukele Izinto Ezimbi—Isiqendu I (2 Kronike 33:10-24; 34:1, 2)
-
4:15 Fundisa Abantwana Bakho Ukuba Nothando (2 Timoti 3:14, 15)
-
4:50 Ingoma 134 Nomthandazo