Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2020

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2020
  • Amasebe AmaNgqina KaYehova: 87

  • Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 240

  • Inani Lamabandla: 120 387

  • Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 17 844 773

  • Abatyileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 21 182

  • Elona Nani Beliphezulu Labavakalisi *: 8 695 808

  • Abavakalisi Abashumayele Nyanga Nganye: 8 424 185

  • Ipesenti Yolwando Ngo-2019: -0.6

  • Inani Labantu Ababhaptiziweyo *: 241 994

  • Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganye *: 1 299 619

  • Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 338 568

  • Iiyure Ezichithwe Entsimini: 1 669 901 531

  • Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile Nyanga Nganye *: 7 705 765

Kunyaka wenkonzo ka-2020, * amaNgqina KaYehova asebenzise imali engaphezu kwe-R3 502 387 350 ukuze ahoye oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abajikelezayo. Emhlabeni wonke, bayi-20 994 abantu abasebenza kwiiofisi zamasebe zamaNgqina KaYehova. Bonke baliQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathini Lonke.

^ isiqe. 7 Umvakalisi ngumntu oncokola nabantu ngeBhayibhile, okanye oshumayela ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Siyazi njani ukuba mangaphi amaNgqina KaYehova? Impendulo ifumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh phantsi komxholo othi “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?

^ isiqe. 10 Ukuze ufunde ngezinye izinto ekufuneka umntu azenze ukuze abhaptizwe aze abe liNgqina LikaYehova, funda inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?

^ isiqe. 11 Uvulindlela liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo elishumayela iindaba ezilungileyo kangangeeyure elizibekelweyo qho ngenyanga.

^ isiqe. 14 Ukuze ufunde ezinye izinto, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?

^ isiqe. 15 Unyaka wenkonzo ka-2020 uqale ngoSeptemba 1, 2019, waphela ngoAgasti 31, 2020.