Qinisa Ukholo Lwakho!
KUSASA
-
9:40 Umculo
-
9:50 Ingoma 119 Nomthandazo
-
10:00 Kutheni Kufuneka Siluqinise Ngoku Ukholo Lwethu?
-
10:15 Ngaba Uyambona “Lowo Ungabonakaliyo”?
-
10:30 “Umntu Uba Nokholo Emva Kokuba Evile”
-
10:55 Ingoma 104 Nezaziso
-
11:05 ‘Isiqhamo Somoya Lukholo’
-
11:35 Intetho Yobhaptizo
-
12:05 Ingoma 50
EMVA KWEMINI
-
1:20 Umculo
-
1:30 Ingoma 3
-
1:35 Amava
-
1:45 Ushwankathelo LweMboniselo
-
2:15 Ungcelele: Nceda Abanye Baqinise Ukholo Lwabo
-
• Nceda Umntwana Wakho Ofikisayo
-
• Nceda Isifundo Sakho SeBhayibhile
-
• Nceda Amanye AmaKristu
-
-
3:00 Ingoma 38 Nezaziso
-
3:10 ‘Jonga Ngqo KuMmeli Oyintloko NoMphelelisi Wokholo Lwethu’
-
3:55 Ingoma 126 Nezaziso