Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2021

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2021
  • Amasebe AmaNgqina KaYehova: 87

  • Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 239

  • Inani Lamabandla: 119 297

  • Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 21 367 603

  • Abatyileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 20 746

  • Elona Nani Beliphezulu Labavakalisi *: 8 686 980

  • Abavakalisi Abashumayele Nyanga Nganye: 8 480 147

  • Ipesenti Yolwando Ngo-2020: 0.7

  • Inani Labantu Ababhaptiziweyo *: 171 393

  • Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganye *: 1 350 138

  • Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 398 504

  • Iiyure Ezichithwe Entsimini: 1 423 039 931

  • Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile Nyanga Nganye *: 5 908 167

Kunyaka wenkonzo ka-2021, * amaNgqina KaYehova asebenzise i-R 3.7 bhiliyoni ukuze ahoye oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abajikelezayo. Emhlabeni wonke, bayi 20,595 abantu abasebenza kwiiofisi zamasebe zamaNgqina KaYehova. Bonke baliQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathini Lonke.

^ isiqe. 7 Umvakalisi ngumntu oncokola nabantu ngeBhayibhile, okanye oshumayela ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Siyazi njani ukuba mangaphi amaNgqina KaYehova? Impendulo ifumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh phantsi komxholo othi “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?

^ isiqe. 10 Ukuze ufunde ngezinye izinto ekufuneka umntu azenze ukuze abhaptizwe aze abe liNgqina LikaYehova, funda inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?

^ isiqe. 11 Uvulindlela liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo elishumayela iindaba ezilungileyo kangangeeyure elizibekelweyo qho ngenyanga.

^ isiqe. 14 Ukuze ufunde ezinye izinto, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?

^ isiqe. 15 Unyaka wenkonzo ka-2020 uqale ngoSeptemba 1, 2020, waphela ngoAgasti 31, 2021.