Umsebenzi Owenziwe Ngo-2022
Amasebe AmaNgqina KaYehova: 86
Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 239
Inani Lamabandla: 117 960
Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 19 721 672
Abatyileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 21 150
Elona Nani Beliphezulu Labavakalisi a: 8 699 048
Abavakalisi Abashumayele Nyanga Nganye: 8 514 983
Ipesenti Yolwando Ngo-2021: 0.4
Inani Labantu Ababhaptiziweyo b: 145 552
Umlinganiselo Woovulindlela c Nyanga Nganye: 1 465 202
Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 381 310
Iiyure Ezichithwe Entsimini: 1 501 797 703
Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile d Nyanga Nganye: 5 666 996
Kunyaka wenkonzo ka-2022, e amaNgqina KaYehova asebenzise i-R4 118 632 000 bhiliyoni ukuze ahoye oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli, nabaveleli abajikelezayo. Emhlabeni wonke, bayi-21 629 abantu abasebenza kwiiofisi zamasebe zamaNgqina KaYehova. Bonke baliQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathini Lonke.
a Umvakalisi ngumntu oncokola nabantu ngeBhayibhile, okanye oshumayela ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Siyazi njani ukuba mangaphi amaNgqina KaYehova? Impendulo ifumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh, phantsi komxholo othi “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?”
b Ukuze ufunde ngezinye izinto ekufuneka umntu azenze ukuze abhaptizwe aze abe liNgqina LikaYehova, funda inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?”
c Uvulindlela liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo elishumayela iindaba ezilungileyo kangangeeyure elizibekelweyo qho ngenyanga.
d Ukuze ufunde ezinye izinto, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?”
e Unyaka wenkonzo ka-2022 uqale ngoSeptemba 1, 2021, waphela ngoAgasti 31, 2022.