Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

‘Lindela KuYehova’!

‘Lindela KuYehova’!

INDUMISO 130:6

Kusasa

  • 9:30 Umculo

  • 9:40 Ingoma 88 Nomthandazo

  • 9:50 ‘Lindela KuYehova’ Ngomonde​—Njani?

  • 10:05 Ungcelele: Linganisa Abantu Abaye Balinda Ngomonde

    • • UHabhakuki

    • • UYohane

    • • UAna

  • 11:05 Ingoma 142 Nezaziso

  • 11:15 Ulinde Ntoni?

  • 11:30 Intetho Yobhaptizo

  • 12:00 Ingoma 28

Emva Kwemini

  • 1:10 Umculo

  • 1:20 Ingoma 54 Nomthandazo

  • 1:30 Intetho Yesidlangalala: Ngaba Ukuba Nomonde Kusabalulekile?

  • 2:00 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:30 Ingoma 143 Nezaziso

  • 2:40 Ungcelele: Lindela KuYehova . . .

    • • Xa Uziva Ngathi Uwedwa

    • • Xa Usenza Iimpazamo

    • • Xa Abantu Abenza Izinto Ezimbi Bephumelela

  • 3:40 “Kunomvuzo Ukuba Lilungisa”

  • 4:15 Ingoma 140 Nomthandazo