Ucwangciso Lwendibano Yengingqi Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!
NgoLwesihlanu
Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuma-1 Korinte 13:4—“Uthando lunomonde.”
NgoMgqibelo
Ucwangciso lwangoMgqibelo luthathwe kuma-1 Tesalonika 5:14—“Nibe nomonde kubo bonke.”
NgeCawa
Ucwangciso lwangeCawa luthathwe kuIsaya 30:18 —“UYehova ulinde ngomonde ukuba anenzelele.”
Inkcazelo
Inkcazelo enokunceda abantu abatyeleleyo endibanweni.
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI
Yiya Kwindibano Yengingqi Ka-2024—‘Shumayela Iindaba Ezilungileyo!’
Siyakumema ukuba uze kwindibano yalo nyaka yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova.
IINDIBANO
Uyamenywa: Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!
Uyamenywa kwindibano yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova yakulo nyaka.
IINDIBANO
Idrama YeBhayibhile: “Yiyekele KuYehova Indlela Yakho”
Funda ukuba iingxaki esidibana nazo zinokusenza njani sizimisele nakakhulu ukuthembela ngoYehova.