NgoLwesihlanu
“Uthando lunomonde””—1 Korinte 13:4
Kusasa
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 66 Nomthandazo
-
9:40 INTETHO KASIHLALO: Kutheni Simele “Sibe Nomonde”? (Yakobi 5:7, 8; Kolose 1:9-11; 3:12)
-
10:10 UNGCELELE: “Yonke Into Inexesha Layo”
-
• Cinga Ngendlela UYehova Alijonga Ngayo Ixesha (INtshumayeli 3:1-8, 11)
-
• Ukwakha Ubuhlobo Kuthatha Ixesha (IMizekeliso 17:17)
-
• Ukukhula Ube NgumKristu Oqolileyo Kuthatha Ixesha (Marko 4:26-29)
-
• Ukwenza Izinto Esizimisele Ukuzenza Kuthatha Ixesha (INtshumayeli 11:4, 6)
-
-
11:05 Ingoma 143 Nezaziso
-
11:15 IDRAMA EREKHODIWEYO: UDavide Walindela KuYehova (1 Samuweli 24:2-15; 25:1-35; 26:2-12; INdumiso 37:1-7)
-
11:45 Wuxabise Umonde KaThixo (Roma 2:4, 6, 7; 2 Petros 3:8, 9; ISityhilelo 11:18)
-
12:15 Ingoma 147 Nekhefu
Emva Kwemini
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 17
-
1:50 Linganisa Umonde KaYesu (Hebhere 12:2, 3)
-
2:10 UNGCELELE: Linganisa Abo Baye Bazifumana Izinto Abazithenjisiweyo Kuba Benomonde
-
• UAbraham NoSara (Hebhere 6:12)
-
• UYosefu (Genesis 39:7-9)
-
• UYobhi (Yakobi 5:11)
-
• UMordekayi NoEstere (Estere 4:11-16)
-
• UZekariya NoElizabhete (Luka 1:6, 7)
-
• UPawulos (IZenzo 14:21, 22)
-
-
3:10 Ingoma 11 Nezaziso
-
3:20 UNGCELELE: Indalo Isifundisa Ntoni Ngendlela UYehova Alibamba Ngayo Ixesha
-
• Izityalo (Mateyu 24:32, 33)
-
• Izilwanyana Zaselwandle (2 Korinte 6:2)
-
• Iintaka (Yeremiya 8:7)
-
• Izinambuzane (IMizekeliso 6:6-8; 1 Korinte 9:26)
-
• Izinto Eziphila Emhlabeni (INtshumayeli 4:6; Filipi 1:9, 10)
-
-
4:20 “Aniyazi Imini Ningayazi Neyure” (Mateyu 24:36; 25:13, 46)
-
4:55 Ingoma 27 Nomthandazo