NgoMgqibelo
“Nibe nomonde kubo bonke”—1 Tesalonika 5:14
Kusasa
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 58 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: ‘Sibonisa Ukuba Singabakhonzi BakaThixo Ngokuba Nomonde’
-
• Xa Sishumayela (IZenzo 26:29; 2 Korinte 6:4-6)
-
• Xa Sifundisa Izifundo ZeBhayibhile (Yohane 16:12)
-
• Xa Sikhuthazana (1 Tesalonika 5:11)
-
• Xa Singabadala (2 Timoti 4:2)
-
-
10:30 Nina Niboniswe Umonde, Bonisani Umonde! (Mateyu 7:1, 2; 18:23-35)
-
10:50 Ingoma 138 Nezaziso
-
11:00 UNGCELELE: ‘Ninomonde, Nyamezelanani Ngothando’
-
• Abantu Bakokwenu AbangengomaNgqina (Kolose 4:6)
-
• Umntu Otshate Naye (IMizekeliso 19:11)
-
• Abantwana Bakho (2 Timoti 3:14)
-
• Abantu Bakokwenu Abagulayo Okanye Abasele Bekhulile (Hebhere 13:16)
-
-
11:45 UBHAPTIZO: Sisindiswa Ngumonde KaYehova (2 Petros 3:13-15)
-
12:15 Ingoma 75 Nekhefu
Emva Kwemini
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 106
-
1:50 Kutheni Umele Ulumkele Ulonwabo Olukhawulezileyo? (1 Tesalonika 4:3-5; 1 Yohane 2:17)
-
2:15 UNGCELELE: “Kubhetele Ukuba Nomonde Kunokuba Nekratshi”
-
• Linganisa UAbheli, Kungekhona UAdam (INtshumayeli 7:8)
-
• Linganisa UYakobi, Kungekhona UEsawu (Hebhere 12:16)
-
• Linganisa UMoses, Kungekhona UKora (Numeri 16:9, 10)
-
• Linganisa USamuweli Kungekhona USawule (1 Samuweli 15:22)
-
• Linganisa UYonatan Kungekhona UAbhisalom (1 Samuweli 23:16-18)
-
-
3:15 Ingoma 87 Nezaziso
-
3:25 IDRAMA YEBHAYIBHILE: “Yiyekele KuYehova Indlela Yakho”—Isiqendu 1 (INdumiso 37:5)
-
3:55 ‘Xa Sitshutshiswa, Sinyamezela Ngomonde’ (1 Korinte 4:12; Roma 12:14, 21)
-
4:30 Ingoma 79 Nomthandazo