Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

“Ziphatheni Ngendlela Ezifaneleyo Iindaba Ezilungileyo”

“Ziphatheni Ngendlela Ezifaneleyo Iindaba Ezilungileyo”

FILIPI 1:​27

Kusasa

  • 9:40 Umculo

  • 9:50 Ingoma 35 Nomthandazo

  • 10:00 Zikutshintsha Njani Iindaba Ezilungileyo?

  • 10:15 Ungcelele: Indlela Ezabanceda Ngayo Iindaba Ezilungileyo

    • • UStefano

    • • UFilipu

    • • UAkwila NoPrisila

    • • UTito

  • 11:05 Ingoma 76 Nezaziso

  • 11:15 Qhubekani Nisenza “Izinto Ezibonisa Ukuba Nizinikele KuThixo”

  • 11:35 Intetho Yobhaptizo: Qhubeka ‘Uzithobela Iindaba Ezilungileyo’

  • 12:05 Ingoma 37

Emva Kwemini

  • 1:20 Umculo

  • 1:30 Ingoma 56 Nomthandazo

  • 1:35 Intetho Yesidlangalala: Kutheni Ukholelwa Le Nto Uyikholelwayo?

  • 2:05 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:35 Ingoma 24 Nezaziso

  • 2:45 Ungcelele: “Sibonisa . . . Ukuba Singabakhonzi BakaThixo”

    • • Ngokunyamezela

    • • Ngokuba Nobubele

    • • Ngokuba Nenyani

  • 3:30 Uqeqeshwa Njani?

  • 4:00 Ingoma 29 Nomthandazo