Iziqulatho
Iziqulatho
UThixo Unokukunceda Ukuba Uyilungele Imini Yakhe Enkulu
Isahluko Iphepha
5 1. Isigidimi SikaYehova Mandulo Nanamhlanje
14 2. Abaprofeti Abanesigidimi Esinokusichaphazela Nathi
29 3. Ukubaluleka Kwemini KaYehova
43 4. UYehova—UThixo Ochaza Ikamva Aze Alizalisekise
56 5. ‘Funa UYehova’ Ngokumnqula Ngendlela Emkholisayo
70 6. ‘Ukwenza Okusesikweni’—Kuthetha Ukumazi UThixo
83 7. Khonza UYehova Ngokuvisisana Nemilinganiselo Yakhe Ephakamileyo
Kholisa UThixo Ngehambo Nangezenzo Zakho
97 8. ‘Yintoni UYehova Ayifunayo Kuwe?’
111 9. Ukuphatha Abanye Ngendlela UThixo Afuna Ngayo
124 10. Yiba Negalelo Kubomi Bentsapho Obumkholisayo UThixo
Yilindele Ngovuyo Imini KaYehova
139 11. UYehova Ufuna Abantu Bazuze Ubomi—Ngaba Nawe Ufuna Njalo?
165 13. “Bhengezani Oku Phakathi Kweentlanga”
179 14. “Intsikelelo Kude Kungasweleki Nto”