Iqweqwe Elingasemva
Iqweqwe Elingasemva
Amacandelo akule ncwadi anale mixholo
INDLELA YOKUPHATHA AMALUNGU ENTSAPHO
ISINI, IMILINGANISELO YOKUZIPHATHA, NOTHANDO
Uza kuba ngumntu omdala ngeny’ imini! Xa usemtsha unethuba elihle lokufunda izinto eziza kukunceda xa sele umdala. Incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, uMqulu 1, iza kukunceda. Amacebiso ayo asekelwe kwimigaqo eluncedo eseBhayibhileni. ILizwi likaThixo liye lanceda izigidi zabantu zakwazi ukuhlangabezana ngokuphumelelayo neengxaki zobomi. Funda ngendlela elinokukunceda ngayo nawe!
“Amandla okucinga aya kukulinda, ukuqonda kuya kukulondoloza.”—IMizekeliso 2:11.