Abahlobo
Icandelo 3
Abahlobo
Kubaluleke kangakanani kuwe ukuba nabahlobo?
□ Akubalulekanga
□ Akubalulekanga kangako
□ Kubaluleke kakhulu
Ngaba ukufumanisa kulula ukuba nabahlobo?
□ Ewe
□ Hayi
Ngaba unaye umhlobo osenyongweni?
□ Ewe
□ Hayi
Luluphi olona phawu lubalulekileyo ufuna umhlobo wakho abe nalo? ․․․․․
IBhayibhile ithi “iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke, yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.” (IMizekeliso 17:17) Ufuna kanye umhlobo onjalo! Kodwa ukufumana abahlobo akuyondlwan’ iyanetha, kunzima nangakumbi ukubagcina. Unokubafumana uze ubagcine njani abona bahlobo bafanelekileyo? Khawuhlolisise amacebiso achazwe kwisahluko 9-12.
[Umfanekiso ozalise iphepha, kwiphepha 84, 85]