Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ukuzihlaziya

Ukuzihlaziya

Icandelo 8

Ukuzihlaziya

Lingakanani ixesha olichitha ekuzihlaziyeni, njengakwimidlalo, umculo, ii-“movie,” umabonwakude okanye imidlalo ye-elektroniki?

□ Andifane

□ Kanye ngosuku

□ Izihlandlo eziliqela ngosuku

Ngubani okanye yintoni eba negalelo xa ukhetha indlela yokuzihlaziya?

□ Ngoontanga

□ Ngabazali bakho

□ Zizibhengezo

Kusenokwenzeka ukuba namhlanje zininzi iindlela zokuzihlaziya kunokuba kwakunjalo ngaphambili. Kodwa lincinane ixesha onalo. Indlela ozihlaziya ngayo inokuyiphembelela indlela ocinga ngayo. Ngoko lingakanani ixesha ofanele ulichithele ekuzihlaziyeni? Yintoni enokukunceda wazi eyona ndlela omele uzihlaziye ngayo? Isahluko 30-33 siza kukunceda uhlolisise kakuhle indlela ozihlaziya ngayo.

[Umfanekiso ozalise iphepha, kwiphepha 244, 245]