NgoMgqibelo
“Nilulwele ngamandla ukholo”—Yuda 3
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 57 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: Khumbula Ukuba Nabantu Abangenalukholo Banganalo!
-
• Abantu BaseNineve (Yona 3:5)
-
• AbantakwaboYesu (1 Korinte 15:7)
-
• Abantu Abahlonitshwayo (Filipi 3:7, 8)
-
• Abantu Abangakholwayo (Roma 10:13-15; 1 Korinte 9:22)
-
-
10:30 Yakha Ukholo Lwabanye Usebenzisa UPhila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (Yohane 17:3)
-
10:50 Ingoma 67 Nezaziso
-
11:00 UNGCELELE: Abantu Abalulwela Ngokuphumelelayo Ukholo
-
• Abo Batshate NabangengomaNgqina KaYehova (Filipi 3:17)
-
• Abo Bakhuliswe Ngumzali Omnye (2 Timoti 1:5)
-
• AmaKristu Angatshatanga (1 Korinte 12:25)
-
-
11:45 UBHAPTIZO: Bonisa Ukholo Ukuze Ufumane Ubomi Obungunaphakade! (Mateyu 17:20; Yohane 3:16; Hebhere 11:6)
-
12:15 Ingoma 79 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 24
-
1:50 UNGCELELE: Indlela Abalubonisa Ngayo Ukholo Abazalwana Bethu . . .
-
• EAfrika
-
• EAsia
-
• EYurophu
-
• KuMntla Merika
-
• EOceania
-
• KuMzantsi Merika
-
-
2:15 UNGCELELE: Ngokholo, Ngena Kumnyango Ovuliweyo Ukuze Wenze Umsebenzi
-
• Funda Olunye Ulwimi (1 Korinte 16:9)
-
• Yiya Kwindawo Enendingeko (Hebhere 11:8-10)
-
• Faka Isicelo Sokuya KwiSikolo Sabavangeli BoBukumkani (1 Korinte 4:17)
-
• Ncedisa Xa Kusakhiwa Izakhiwo Zentlangano (Nehemiya 1:2, 3; 2:5)
-
• ‘Beka Ecaleni’ Into Eza Kuncedisa Kumsebenzi KaYehova (1 Korinte 16:2)
-
-
3:15 Ingoma 84 Nezaziso
-
3:20 IDRAMA YEBHAYIBHILE: UDaniyeli—Waba Nokholo Ubomi Bakhe Bonke—Isiqendu I (Daniyeli 1:1–2:49; 4:1-33)
-
4:20 “Nilulwele Ngamandla Ukholo”! (Yuda 3; IMizekeliso 14:15; Roma 16:17)
-
4:55 Ingoma 38 Nomthandazo