Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ISIHLOMELO B

Ngaba Ufanele Uyiphelise Incoko?

Ngaba Ufanele Uyiphelise Incoko?

Xa umntu ebuza kuba engazi nyhani okanye esicela ukuba simcacisele into, siyakuvuyela ukuqhubeka nencoko. Sifuna ukuthetha nabantu ‘abazimisele ukufumana ubomi obungunaphakade.’​—IZe. 13:48.

Kodwa sifanele sithini ukuba umntu unomsindo, ufuna ukuphikisana nathi, okanye akafuni kuthetha nathi ngaloo mzuzu? Zola, uyiphelise ngomoya omhle incoko. (IMize. 17:14) Zama ukuhamba kukuhle ukuze lo mntu azovuma ukuncokola nathi kwixesha elizayo.​—1 Pet. 2:12.