Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iimbalasane Zonyaka Odlulileyo

Iimbalasane Zonyaka Odlulileyo

 UYehova wabonisa uHezekile umbono wenqwelo enkulu yasemazulwini emela inxalenye engabonakaliyo yentlangano yakhe. Nakubeni le nqwelo inkulu, yenza amatshe xa ihamba ibe ijika ngesantya esiphezulu. (Hez. 1:15-28) Izinto ezibangel’ imincili eziye zenzeka kulo nyaka udlulileyo zibonisa ukuba nenxalenye esemhlabeni yentlangano kaYehova uThixo ihamba ngesantya esifanayo.

KWELI CANDELO

Intlangano Etyhalela Phambili

Luyabonakala ukhokelo lukaYehova ekufuduseni ikomkhulu lehlabathi limke eNew York City.

I-JW.ORG—“Bubungqina Kuzo Zonke Iintlanga”

Iwebhsayithi yethu inceda ekubeni iindaba ezilungileyo zoBukumkani bukaThixo zifikelele kuzo “zonke iintlanga.”

Bayayithanda I-Watchtower ONLINE LIBRARY

Abantu abasebenzisa esi sixhobo sokuphanda babhala iileta bebulela.

Iividiyo Zoopopayi Zichukumisa Iintliziyo Ezinyanisekileyo

Funda ngendlela ezi vidiyo eziluncedo ngayo ebantwaneni nakwiintsapho emhlabeni wonke.

Umboniso Obangel’ Umdla

Funda amagqabantshintshi ngalo mboniso mtsha unembali yamaNgqina kaYehova kunye noludwe lwamaxesha olubonisa ukungakhethi cala kwamaKristu.

Ingxelo Ngezomthetho

Ezi ziingxelo zomthetho zamaNgqina kaYehova zamazwe ayi-12 ezibonisa ukuba asalwela inkululeko yonqulo.

Amagqabantshintshi—Iindaba Ezivela Ehlabathini Lonke

AmaNgqina kaYehova asebenza nzima ukuze akhe aze aye kwiindawo zokunqula ezenziwe kakuhle.

Ukunikezelwa Kwamasebe

Funda amagqabantshintshi ngezi zihlandlo zimnandi zamazwe ngamazwe.