Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IIMBALASANE ZONYAKA ODLULILEYO

Umsebenzi Uyakhawuleza EWarwick

Umsebenzi Uyakhawuleza EWarwick

WONKE umntu uchwayitile yaye kukho umsebenzi omninzi eWarwick, indawo eza kuba likomkhulu lamaNgqina kaYehova. Le ndawo iseNew York. Ngamakhulu abazalwana noodade abaye bancama izinto ezininzi ukuze bancedise kolu lwakhiwo. Abaninzi kubo bathi: “Ayikho enye indawo ebesinokufuna ukusebenza kuyo ngaphandle kwale.” Makhe sibone izinto ezenziwa eWarwick.