NgeCawa
“Lowo unyamezele kwada kwasekupheleni uya kusindiswa”—MATEYU 24:13
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 121 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: Simele ‘Sibaleke Ngonyamezelo’
-
Baleka Ngenjongo Yokuphumelela! (1 Korinte 9:24)
-
Kukhuthalele Ukuzilolonga (1 Korinte 9:25-27)
-
Lahla Imithwalo Engeyomfuneko (Hebhere 12:1)
-
Funda Kwabayimizekelo (Hebhere 12:2, 3)
-
Yitya Ukutya Okunesondlo (Hebhere 5:12-14)
-
Sela Amanzi Amaninzi (ISityhilelo 22:17)
-
Thobela Imithetho Yogqatso (2 Timoti 2:5)
-
Zixelele Ukuba Uza Kuwufumana Umvuzo (Roma 15:13)
-
-
11:10 Ingoma 141 Nezaziso
-
11:20 INTETHO YESIDLANGALALA: Ungalahli Ithemba! (Isaya 48:17; Yeremiya 29:11)
-
11:50 Ushwankathelo LweMboniselo
-
12:20 Ingoma 20 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 57
-
1:50 IDRAMA: Khumbulani UmkaLote—Isiqendu 3 (Luka 17:28-33)
-
2:20 Ingoma 54 Nezaziso
-
2:30 “Hlala Uwulindile . . . Awuyi Kufika Emva Kwexesha!” (Habhakuki 2:3)
-
3:30 Ingoma 129 Nomthandazo