NgoLwesihlanu
“Masingayeki ukwenza okuhle”—GALATI 6:9
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 77 Nomthandazo
-
9:40 INTETHO KASIHLALO: Asinakunikezela—Ngakumbi Ngoku! (ISityhilelo 12:12)
-
10:15 UNGCELELE: Qhubeka Ushumayela “Ngaphandle Kokuyekelela”
-
Ngokungacwangciswanga (IZenzo 5:42; INtshumayeli 11:6)
-
Kwindlu Ngendlu (IZenzo 20:20)
-
Kwiindawo Zikawonke-wonke (IZenzo 17:17)
-
Ukwenza Abafundi (Roma 1:14-16; 1 Korinte 3:6)
-
-
11:05 Ingoma 76 Nezaziso
-
11:15 IDRAMA YEBHAYIBHILE EREKHODIWEYO: UYehova Usindisa Abantu Bakhe (Eksodus 3:1-22; 4:1-9; 5:1-9; 6:1-8; 7:1-7; 14:5-10, 13-31; 15:1-21)
-
11:45 UYehova Ngowona Mzekelo Wokunganikezeli (Roma 9:22, 23; 15:13; Yakobi 1:2-4)
-
12:15 Ingoma 115 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:25 Ividiyo Yomculo
-
1:35 Ingoma 128
-
1:40 UNGCELELE: Nyamezela Nangona . . .
-
Uphathwa Kakubi (Mateyu 5:38, 39)
-
Iminyaka Ihambile (Isaya 46:4; Yude 20, 21)
-
Unezinto Ezingathandekiyo Kubuntu Bakho (Roma 7:21-25)
-
Uziva Uhlazekile (Galati 2:11-14; Hebhere 12:5, 6, 10, 11)
-
Ugula Ixesha Elide (INdumiso 41:3)
-
Uswelekelwe Sisihlobo (INdumiso 34:18)
-
Utshutshiswa (ISityhilelo 1:9)
-
-
2:55 Ingoma 136 Nezaziso
-
3:05 IDRAMA: Khumbulani UmkaLote—Isiqendu 1 (Luka 17:28-33)
-
3:35 UNGCELELE: Zama Ukuba Neempawu Eziza Kukunceda Unyamezele
-
Ukholo (Hebhere 11:1)
-
Ukulunga (Filipi 4:8, 9)
-
Ulwazi (IMizekeliso 2:10, 11)
-
Ukuzeyisa (Galati 5:22, 23)
-
-
4:15 Izinto Ofanele Uzenze Ukuze ‘Ungaze Usilele’ (2 Petros 1:5-10; Isaya 40:31; 2 Korinte 4:7-9, 16)
-
4:50 Ingoma 3 Nomthandazo