Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. Kutheni sinokumcela siqinisekile uYehova ukuba uza kusinika isibindi? (INdu. 138:3)

  2. Singenza njani ukuze sibe nesibindi njengabakhonzi bakaThixo bakudala? (IZe. 4:31)

  3. Singenza njani ukuze siqwebe isibindi? (1 Tes. 2:2)

  4. Yintoni esinceda sibe nesibindi xa silingwa ukuba sophule imigaqo kaYehova? (1 Pet. 2:21-23)

  5. Thina maKristu siza kufumana ntoni ngokuba nesibindi? (Heb. 10:35)