Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ungoyiki Nto!

Ungoyiki Nto!

INDUMISO 138:3

KUSASA

  • 9:30 Umculo

  • 9:40 Ingoma 73 Nomthandazo

  • 9:50 UYehova Usinceda Sibe Nesibindi

  • 10:05 Ungcelele: Yiba Nesibindi . . . 

    • NjengoEnoki

    • NjengoMoses

    • NjengoYehoshafati

    • NjengoPetros

  • 11:05 Ingoma 69 Nezaziso

  • 11:15 Qweba Isibindi Entsimini

  • 11:30 Intetho Yobhaptizo

  • 12:00 Ingoma 48

EMVA KWEMINI

  • 1:10 Umculo

  • 1:20 Ingoma 63 Nomthandazo

  • 1:30 Intetho Yesidlangalala: Lumele Unqulo Lwenene

  • 2:00 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:30 Ingoma 76 Nezaziso

  • 2:40 Ungcelele: Yiba Nesibindi NjengoKristu Xa Ulingwa Ukuba Wophule Imigaqo KaYehova

    • Entsatsheni

    • Esikolweni

    • Emsebenzini

    • Ekuhlaleni

  • 3:40 Niza Kufumana Umvuzo Omkhulu Ngokuba Nesibindi

  • 4:15 Ingoma 119 Nomthandazo